Fumana isifundo esifanelekileyo

Izifundo kunye nemixholo kwiintsomi

Iintsomi zihlala zisisixhobo sokudlulisa izifundo ezibalulekileyo zobomi kunye neendlea zokuziphatha. Apha eFableReads, siqokelele iintsomi ezivela ehlabathini jikelelel. Intsomi nganye igcwele imiyalezo yokukhuthaza, ukufundisa, kunye nokuphuhlisa ukucinga. Iimixholo ekwezintsomi iquka inyaniso nobubelo ukuya kwezimvo ezithe xhaxha ezifana nokukhohlisa kunye nokubawa.

Sihlele sabeka iintsomi ngaye yanomxholo ukuze kube lula ukuzifumana nokuziqonda. Sikholelwa ukuba imixholo inceda abazali nabantwana bafuzuze okuninzi kwibali ngalinye.

Ithala leencwadi lasimahla labantwana

Ukufundisa izakhono zobomi ngeentsomi

Iintsomi zisisixhobo esisebenzayo sokufundisa abantwana ngokuntsokotheka kobomi ngendlela elula ukuyiqonda. Imixholo kule mibali iqulathe izakhono ezixabisekileyo zobomi ezifana nobunyani, isibindi, ubuchule bokuzilungiselela, kunye novelwano, phakathi kwezinye ezininzi.

EFableReads, siyakholelwa kumandla eentsomi ekufundiseni, ekukhuthazeni, nasekuqaleni iingxoxo ezibalulekileyo. Ngokuqonda nokuphanda imixholo le, sinako ukunika amabali umxholo wanamhlanje, senza ubulumko bamandulo beentsomi bufikeleleke kwaye bufanele iingqondo zabatsha namhlanje. Fumana ingqokelela yethu ebanzi yeentsomi ezivela kwihlabathi liphela uze uqale uhambo lokuphanda intsingiselo yendlela yokuziphatha.

Illustration of a bull and a mouse

Iincoko ezinentsingiselo

Uluhlu lwemixholo yezifundo yokuziphatha kwiintsomi

Ukuncokola ngalemixholo kunceda ekomelezeni ukuqonda komntwana kwaye kukhuthaza ukukhula kwakhe. Akupheleli ekufundeni amabali; kukho nezifundo zokuziphatha ezithi zifundwe. Ukuzibandakanya nemixholo yalamabali kukhokhelela kwiincoko ezinentsingiselo, ezinceda abantwana baphuhlise uvelwano, isakhona sokucinga nzulu, kunye nokuziphatha ngokufanelekiyo. Ngentsomi nganye, sinemibuzo embalwa engasetyenziswa njengesiqalo seencoko ngebali kunye nomxholo.

Find a story to fit the moment

Choose a value. Pick a fable.

See ALL Fables

Create your first playlist

A place for bedtime stories, classroom favourites, or a little reading practice.

New playlist

My Library

Your saved stories, ready when you are.

Your library will be available when account access is enabled.

Create your first playlist

A place for bedtime stories, classroom favourites, or a little reading practice.

New playlist

Welcome back!

Log in or sign up to save fables or add them to playlists.

Loading...