Amaqabane ethu
Kwenzeka izinto ezingcono xa sisebenza kunye.
I-FableReads ikhona ukuze iintsomi zehlabathi zifikeleleke kubantwana kuyo yonke indawo, simahla.
Siyinxalenye yendawo ebanzi yabantu nemibutho abakholelwa kumandla amabali, ulwimi nokufunda. Basincedisa ukuyila nokudala. Abanye bakwenza kube ziinkqubo ezihambelana neenjongo zabo neemeko abazaziyo kakuhle. Abanye babelana ngezakhono zobuchule, banikeze inkxaso-mali okanye basidibanise nabantu abathembekileyo abenza iingcinga zibe zizenzo.
Senza kufumaneke amabali amaninzi ngeelwimi ezininzi – kunye neendlela ezininzi zokuwabelana, ukuwasebenzisa nokuwaphilisa emakhaya, ezikolweni nasekuhlaleni.
Sebenzisana Nathi
Injongo yethu isebenza
Kunye sandisa ukufikelela. Sandisa ubungakanani. Senza umahluko onokukhula uhlale.
Kuba amabali enza okungaphezu kokonwabisa. Aphethe ubulumko. Akhulisa ukufunda nokubhala, ukucinga ngokunzulu novelwano. Kwaye avula ithuba lokucamngca, ingxoxo nokudibana.
Imibutho esisebenzisana nayo
Abanegalelo kwiilwimi nabaxhasi
Abantu abangasemva kweengqokelela
Abantu abahlonitshwa apha banikele ngeendlela ezahlukeneyo. Abanye babelane ngexesha netalente yabo njengabaguquleli, abahleli, iimvumi zamazwi nabavelisi. Abanye baxhase ingqokelela ethile ngemali.
Enkosi ngokuba yinxalenye enkulu kangaka yoko kwenza i-FableReads ikhule. Sivuya kakhulu kuba uyinxalenye yosapho lwe-FableReads.
-
Eva Stenberg
Umhleli Weenguqulelo, Ingqokelela yesiSwidi
-
Cordelia Gonzalez
Umhleli Weenguqulelo, Ingqokelela yesiSpanish
-
Janvier Hakizimana
Umhleli Weenguqulelo, Ingqokelela yesiFrentshi
-
Andisiwe Mbelekane
Umguquleli Nomhleli Wencwadi Newebhusayithi, Ingqokelela yesiXhosa
-
Unathi Koboka
Umguquleli Nomhleli Wengqokelela yesandi yesiXhosa
-
Siphosethu Javu
Imvumi Yamazwi, Ingqokelela yesiXhosa
-
Vuyolwethu Lamani
Imvumi Yamazwi, Ingqokelela yesiXhosa
-
Buhle Rwaxa
Imvumi Yamazwi, Ingqokelela yesiXhosa
-
Asemahle Taboshe
Imvumi Yamazwi, Ingqokelela yesiXhosa
-
Ayabonga Pasiya
Imvumi Yamazwi, Ingqokelela yesiXhosa
-
Lwamkelo Tshikini
Umvelisi, Imvumi Yamazwi, Umguquleli Nomhleli Wengqokelela yesandi yesiXhosa
-
Anelisa Kana
Ingcali Yesandi, Umrekhodi Nomhleli, Ingqokelela yesiXhosa
Sebenzisana nathi
Ngaba ufuna ukuba yinxalenye yoko kuzayo?
Zininzi iindlela zokunceda i-FableReads ikhulise umahluko wayo kwaye igcine izixhobo zayo zisimahla kwaye zifikeleleka.
Sebenzisana Nathi